01/09/2026
Ngalenyanga yamagugu, umasipala u-neenkqubo ezohlukeneyo ezibhiyozela lenyanga, ezinye zenkqubo yi-Mabelentombi Hiking Trail, ezakubanjelwa kuNgqwarhu. Apha kwamkelekile wonke umntu onomdla kunye namaqela e-hiking asuka kwezinye iingingqi.