16/12/2022
Adimin ndingu Mambhele kodwa elo mzi ndingu Nosisa ndina 49 yrs ndiphila kulomhlaba.ndasebenza umntana ka brother wendoda yam since endinyela ndathatha bhala igama lakhe kunye ne fani yakhe ephepheni elimnyama sawugqiba ndathatha umhlaba wama ngcwaba ndathenga ikhandlela elimnyama ndacukuceza igama lakhe ndalifaka kwe sasiphondo esinomhlaba wamangcwaba nda layita ela khandlela ndakhulula ndahambaze ndalikhwaza igama lakhe ndisithi angaze abenanto.ndaye ndamgqibezela ngothatha ijezi yakhe ndayihlamba not for ukuthi imdaka ndandifuna lantsila yejezi ukuze ndisebenze phezu kwayo.kuthe kunjalo ndabulala I rote impuku ndahamba ndayoyilahla kodwa ndabe ndithetha ukuthi ndifuna uksebenzisa ivele yavuka larote ndayi sebenza ukuthi ihambe naye apho aya khona ihlale ikhona njenge mpundulu.lempundulu ihamba naye umhla nezolo uthi noba uyofaka iCv iyayithatha lempundulu iyishwabanise yena alindele ubizwa emsebenzini alindele unobenani.ewe ndayenza lento nangala mini ndathatha iphepha leswekile ndalayita namakhandlela amabini ndibhala kwelaphepha uukuthi angaze avane ne family ,angaze asebenze ,abengungantweni ndalitshisa elophepha ndayolahla uthuthu emfuleni ohambayo naxa ndisenza lonto ndandikhwaza ndimemeza igama ndisithi makubenjalo.ewe ndibuhlungu yilento ngoba lomntana ufundile unesidanga kwaye ne family yakhe iphila ngamacebo iyahlupheka ngenxa yam,and ukuze alungelwe k*mele ndibuyise zonke izinto endazenzayokuye ingxaki ndizozibuyisa njani ithuthu lahamba namanzi ndicela ucetyiswa pls ndenzenjani ngoku lide elixesha since 2009 ndiyifakile help....