15/07/2025
Singu ward 26,ngomhlaka 23 July 2025 sizobe sine Mandela day(67 Minutes)kwilali yase Puka apho sizobe sivuyisana no makhulu ozobe egqiba iminyaka eyi 101 ongowalapha ewardini nongoyena umdala kuthi sonke apha ewardini (26)
Nawe singakonwabela ukuba nawe ngolusuku kodwa uphathe sweet zika makhulu ngoba olusuku sifuna ukulenza special kuye,nathi siyiward sisikelelekile ngoba sibenomntu ogcinwe ade azofika kuleminyaka
Sibamba ngazo zozibini kubaxhasi bethu bonke ababhalwe apha ngesazantsi abazokwenza usuku Luka makhulu l**e yimpumelelo sithi ..uThixo woxolo aqhubeke nokunisikelela ngoba xa esikelela nina kukho abantu enibatshintshela ubomi babo.
Asmanga siyaqhuba, sihamba ngalamandla mancinci sinawo.
's fight gender based violence.
lives matters.
of ward 26 communities will never be the same again.
remains the only leader of our society.