Baxelele MR. Dayimani.

Baxelele MR. Dayimani. Adikho lapha for nersana namafeelings abantu if yakrakra yitye or uy2fe qha Take it or leave it otherwise ndyahamba nabahambayo syobulalu van damn

12/05/2020

Masenzeni iicompany bethuna

16/08/2017

Icondom ifana nje nomzali.
Xa ingekho kubamnandi
agree or dis
guys

19/07/2017

Ndikhubeke ndayinyama ;>
namhlanje ndiqhuba bhayisekile .... Gqingomntwana enoba una 10 or 11 years eme endleleni,
ndithe ndisaya kuye ndabe ndimbona ukuba uyathetha kwaye utshintshe erhezi
ndithe xa ndimphepha ndamva xa ethi , "unditshayise!! Ndawkukuqhwaba ! Uphambane"
yhooo ndiyijule apho lo bhaysekile, xa ndithi nanku umamakhe eshawtisa, "yheyoo...

Wena ngowtheni

17/07/2017

Heee hazi ndijamelene nosana oluncinci apha luka sis wam...yakhala marn hayi kancinci and nam ke elekba ekhamisa ndimfaki cephe qha and noko as ba ndiqhuba siyaphela noko iskhalo...
So ndyacinga apha inoba bekuyoba njani xa bekuthwa wonke umntu xa etyayo yabhomboloza... Yhooo ebhayi ngo 19:30 emaxesheni andazi... Ingangathi kugqabhuki volcano
yoooo werce eMthatha...

13/07/2017

Ndim indlela, ndim ubomi, kwaye nabezayo beza ngenxa yam...(sathana imali crs, uthin wena) ngcono ndibe single

ndidikwe fokof ngoku ngaba ndingaphela, ezi hair styles ngk... Ha.a

13/07/2017

Nizondazi kakhle pha ekhaya ascengi mntu... Nindibuze napha ku Nzwaki yayaz mpama yam ... Andenziwa njalo mna...

Anyway molweni nonke ndicela sonwabeni sikhululekeni siqale ngama likes sizokwazana...
Andigezi kemna

Address

Port Elizabeth
6001

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Baxelele MR. Dayimani. posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category