ANC WARD 7

ANC WARD 7 Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from ANC WARD 7, Political organisation, Port Street John's, Umtata.

Amaaaaaaaaaandla ngawethu viva ANC ANC ANC vivaaaaaaaaa amandlaaaaaa ngawethu
21/08/2019

Amaaaaaaaaaandla ngawethu viva ANC ANC ANC vivaaaaaaaaa amandlaaaaaa ngawethu

21/08/2019

Maqaban umbuto ayondaw yasingani nkokheli ngexesha lolonyulo mazinike abahlali bazikhethele umntu ozobasisithunywa Sabo kuze mbuto uzothi continue indaw ezininzi zisilela nje bobungani nisebenza ngabo abuyisi ndaw ke I ANC tu

21/08/2019

Good morning maqaban ndiyathemba nilale kakuhle umbuto uyaqhuba wona awmanga amandlaaaaaa ✊💪💪😋😋

Umntu endaweni yoba alungise apho angenzi kakuhle khona zojonga lomntu uthethayo qha azomzonda kodwa uyanceda ziyenzeka ...
20/08/2019

Umntu endaweni yoba alungise apho angenzi kakuhle khona zojonga lomntu uthethayo qha azomzonda kodwa uyanceda ziyenzeka izinto kulombuto and bayalandelelwa abantu apha uba uza nenyani nkokheli zakhona zizakujonga and uzava kusithiwa ujikile ngok akayo ANC kant ke soze sijike sizohlala siyiyo qha makulungiswe umbuto

20/08/2019

Bona ke njengoba nizenza abantu ababhadlileyo nje anisayilandeleli yonke lento beniyfuna nidlala nje undize Nina and soze nizuze kwanto emantusini uba ninje ningxamele nje ukwazi lomntu uzama into eryt kuze ezinkokheli zenu zizothi nca emvakwakhe nizohlala ebugxwayibeni kude kubuye ophezulu Nina

Vivaaaaaaaaa macombrate vivaaaaaaaaa amaaaaaaaaaandla ngawethu
20/08/2019

Vivaaaaaaaaa macombrate vivaaaaaaaaa amaaaaaaaaaandla ngawethu

Address

Port Street John's
Umtata

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when ANC WARD 7 posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share