14/02/2024
Iyheeey! Imbi into, yaye miBi nemiNyaka esiphila kuyo kule miHla!! Inkohlakalo eqatseleyo phandl' apha yenze ukuba ndilibale naloo nto yokuba yiValala-Ntyooontyo naMhla nje!!!
Kuloo nto kuyiyo ke phofu, yanga ooTishala nooTishalakazi kumaziko eMfundo yabo base lula, bangayihlwayela eBantwaneni bethu imbewu yeMVISISWANO, uTHANDO, uXOLO neNTLALO-NTLE ekuHlaleeeni!!!
Kuse njalo, xa ndigqitha nje: UMhakhul' uNo-Amen noTat' oMkhul' uAron Kampies, baluqaqambisa olwab' uThando, ngokusizalela ngaloMhla, uMkhuluwa wam uBhuti "Pororo" Thand'uxolo Kampies!!!
Ithi ke loo nto le imini yeyo THANDO NO XOLO. Kwaye ndiya xolisa kuzo zonke iiNtliziyo ezikrunwa yimiGungqo, iiNzame, nemiGudu yoMnt' endinguye kuphuhliso lwase kuHlaleeeni!!!!
NDINI THANDA NOOONK' EMAKHAYA!!!!!